[[Category:iThemplethi:Pagetype with short description]]iThemplethi:SDcat
IYuniversity yeKoloni yaseGood Hope' ngesiNgesi yaziwa ngokuba yi-Cape of Good Hope. Ngonyaka ka1916, yaathiywa igama ngokutsha kwathiwa yiYunivesithi yasemZantsi Africa.
[[Category:iThemplethi:Pagetype with short description]]iThemplethi:SDcat yaathi yakhiwa ngexesha apho urhulumente kaMolteno wathi wapasisa umthetho we-16 ngo1873 kwipalamente yeKoloni yaseGood Hope
iThemplethi:Refimprove The University of the Cape of Good Hope, renamed the University of South Africa in 1916, was created when the Molteno government passed Act 16 of 1873 in the Cape of Good Hope Parliament.[1] neyenziwa ngokufanayo neYunivesithi yaseLondon, kuqhutywa imviwo kuphela kweli ziko, akutitshwa ngokwesiqhelo, kodwa linegunya lokuthwesa izidanga zemfundo ephakamileyo, abo baye baziphumelela izifundo zabo ngokufanelekileyo. Unanamhla oku lo msebenzi usaqhuba, kwiSebe lezomculo, apho isithuba esingaphaya kwe-100 leminyaka, abafundi bomculo baye bavavanywa.[2]